Epokothweni with Babalwa Nonkenge cover logo
RSS Feed Apple Podcasts Overcast Castro Pocket Casts
Xhosa
Non-explicit
iono.fm
5.00 stars
30:08

Epokothweni with Babalwa Nonkenge

by Solid Gold Podcasts #BeHeard

Accessible conversations about financial stewardship in IsiXhosa. Sincokola ngokuphathwa kakuhle kwemali ngendlela efikelelekayo ngolwimi lwesixhosa. Accessible conversations, co-creation and learning personal financial stewardship in Isixhosa

Copyright: Solid Gold Podcasts

Episodes

Isiqendu 57 | Lungiselela umhlala-phantsi, akukho nzima

11m · Published 13 Jun 10:24
Kwincoko yethu namhlanje sikuphathele indlela uTenX Investments akwenzela lula ngayo ukuba ukwazi ukuzilungiselela umhlala-phantsi. Akunyanzelekanga ukuba ube kanti unomsebenzi wesigxina. Uyakwazi ukusebenzisa iwebsite yabo ukuzibekela ngokwakho imali

Isiqendu 56 | Ingomso alithenjiswanga

32m · Published 31 May 09:38
Kuleveki ephelileyo, bendihleli no MaGasela sincokola malunga nendleko ezivelayo xa umntu eswelekelwe. Ayikho mnandi tu ke into yokuthetha ngokufa kodwa kubalulekile sincokole neentsapho zethu kwaye siqiniseke uba wonke umntu ulungiselelwe

Isiqendu 55: Raising kids with a Financial Fitness Mindset

16m · Published 24 May 10:05
Incoko yethu namhlanje imalunga nencwadi ebhalwe ngu Amanda John kunye no Nelisiwe Mbara ebhalelwe abantwana. Ukanti ke ingonwatyelwa lusapho lonke.
In today's discussion we chat about the book Raising Kids with a Financial Fitness Mindset with co author Amanda John Epokothweni Website · Watch on Youtube · Facebook · Instagram · WhatsApp Us · Twitter

Isiqendu 54: Qondisisa kakuhle zonke iindleko (costs) ze investments zakho

11m · Published 09 May 11:40
Incoko yethu no Asavela Gwela ingakunceda uqondisise kakuhle zonke indleko (costs) ze investmets zakho kuba ziyayichaphazela indlela ekhula ngayo imali oyityalileyo.
Khumbula ukuba kwezi ncoko sikwabela ulwazi oluphangaleleyo kwaye u 10X Investments oyi FSP number 28250 ugunyaziswe emthethweni
Today's discussion with Khwezi Jackson comes to you with the good wishes of 10X Investments in order to contribute to financial education.
The content herein is provided as general information. It is not intended as nor does it constitute financial, tax, legal, investment, or other advice. 10X Investments is an authorized FSP (number 28250).

Life insurance - a discussion with Aubrey Masango (English)

41m · Published 01 May 06:06
We discuss the importance and correct use of life insurance as part of holistic life planning

Isiqendu 53: Incoko ngokwakhiwa kwe portfolio

9m · Published 11 Apr 10:04
Sincokola no Khwezi Jackson malunga nokwakhiwa kwe portfolio. Mamela uzivele
In today's discussion we chat to Khwezi Jackson about portfolio construction

Isiqendu 52: Ziqhube njani imakete zemali kunyaka odlulileyo - incoko no Mthobeli Mankahla

25m · Published 29 Mar 08:52
Namhlanje sihlalutya indlela imakete zezimali eziqhube ngayo kunyaka odlulileyo kunye nesihlobo sethu esiyiyo nengcaphephe kwi financial services - uMthobeli Mankahla.
Today's discussion focuses on understanding the performance of financial markets over the past year. Our good friend and a professional in financial services is Mthobeli Mankahla, he helps us understand the performance of a sum of R10 000 if you invested in cash, bonds or equities

Isiqendu 51: Beka imali bucala - incoko no Asavela Gwele

11m · Published 14 Mar 10:00
Lencoko siyiziselwa ngeminqweno emihle yabakwa 10X Investments.
Lulwazi olwabelwana nawe oluphangaleleyo olu hayi ingcebiso (financial advice)
10X Investments FSP (number 28250) is an authorized financial services provider

Radio interview | Earning legitimate, legal income online

46m · Published 10 Mar 06:01
South Africa has a high number of graduates who are unemployed and the economy is not growing at a rate which creates income for all her citizens. There are ways that some are sharing about on Twitter and Youtube about how they create an income for themselves. I discussed this subject with Aubrey Masango on 702 Radio recently

Radio conversation with Aubrey Masango on how to think about investing for retirement

39m · Published 10 Mar 05:52
Recently I chatted to Aubrey Masango on Radio 702 about how to think about investing for retirement

Epokothweni with Babalwa Nonkenge has 130 episodes in total of non- explicit content. Total playtime is 65:18:21. The language of the podcast is Xhosa. This podcast has been added on October 25th 2022. It might contain more episodes than the ones shown here. It was last updated on May 3rd, 2024 11:13.

Every Podcast » Podcasts » Epokothweni with Babalwa Nonkenge