Epokothweni with Babalwa Nonkenge cover logo
RSS Feed Apple Podcasts Overcast Castro Pocket Casts
Xhosa
Non-explicit
iono.fm
5.00 stars
30:08

Epokothweni with Babalwa Nonkenge

by Solid Gold Podcasts #BeHeard

Accessible conversations about financial stewardship in IsiXhosa. Sincokola ngokuphathwa kakuhle kwemali ngendlela efikelelekayo ngolwimi lwesixhosa. Accessible conversations, co-creation and learning personal financial stewardship in Isixhosa

Copyright: Solid Gold Podcasts

Episodes

Episode 030 | Answering your questions: education funds

36m · Published 20 Apr 08:54
Friends, we're doing things slightly differently on this episode and sharing with you a conversation on education funds. Please take note of the phrases: risk products and savings and investment products.
Zihlobo, sitshintsha ikhasi. Siphendula umbuzo womnye wezihlobo zethu omalunga nokugcinela abantwana imali yokubafundisa. Kukho iindidi ezihlukileyo ke ekuthiwa zi risk products ezinye zi investment products. Kufuneka ke wena ube uyayazi ukuba yeyiphi na le unayo.

Episode 030 | Answering your questions: education funds

36m · Published 20 Apr 08:54
Friends, we're doing things slightly differently on this episode and sharing with you a conversation on education funds. Please take note of the phrases: risk products and savings and investment products.
Zihlobo, sitshintsha ikhasi. Siphendula umbuzo womnye wezihlobo zethu omalunga nokugcinela abantwana imali yokubafundisa. Kukho iindidi ezihlukileyo ke ekuthiwa zi risk products ezinye zi investment products. Kufuneka ke wena ube uyayazi ukuba yeyiphi na le unayo. Epokothweni Website · Watch on Youtube · Facebook · Instagram · WhatsApp Us · Twitter

Isiqendu 029 | Lungiselela umhlala-phantsi part 3

1h 7m · Published 13 Apr 06:00
Siqukumbela incoko emalunga nokulungiselela umhlala-phantsi kunye no Mnu Sanele Nyoka.
In this episode we conclude the discussion on retirement funding investments with Mr Sanele Nyoka. Epokothweni Website · Watch on Youtube · Facebook · Instagram · WhatsApp Us · Twitter

Isiqendu 029 | Lungiselela umhlala-phantsi part 3

1h 7m · Published 13 Apr 06:00
Siqukumbela incoko emalunga nokulungiselela umhlala-phantsi kunye no Mnu Sanele Nyoka.
In this episode we conclude the discussion on retirement funding investments with Mr Sanele Nyoka.

Isiqendu 028 | Lungiselela umhlala-phantsi part 2

53m · Published 06 Apr 07:19
Iyaqhubeka incoko yethu kwisihloko sokulungiselela umhlala-phantsi kunye no Mr Sanele Nyoka.
We continue the conversation on preparing for retirement with subject matter expert Mr Sanele Nyoka.

Isiqendu 028 | Lungiselela umhlala-phantsi part 2

53m · Published 06 Apr 07:19
Iyaqhubeka incoko yethu kwisihloko sokulungiselela umhlala-phantsi kunye no Mr Sanele Nyoka.
We continue the conversation on preparing for retirement with subject matter expert Mr Sanele Nyoka. Epokothweni Website · Watch on Youtube · Facebook · Instagram · WhatsApp Us · Twitter

Isiqendu 027 | Lungiselela umhlala-phantsi part 1

43m · Published 30 Mar 05:00
Yincoko yokuqala kwi mini series yethu ngesihloko sokulungiselela umhlala phantsi kunye no Mnumzana Sanele Nyoka.
This is a first episode in a mini series we are running on retirement funding investments with Mr Sanele Nyoka. Epokothweni Website · Watch on Youtube · Facebook · Instagram · WhatsApp Us · Twitter

Isiqendu 027 | Lungiselela umhlala-phantsi part 1

43m · Published 30 Mar 05:00
Yincoko yokuqala kwi mini series yethu ngesihloko sokulungiselela umhlala phantsi kunye no Mnumzana Sanele Nyoka.
This is a first episode in a mini series we are running on retirement funding investments with Mr Sanele Nyoka.

Isiqendu 026 | Amava nge property invesment - incoko no Monalisa Sam

59m · Published 23 Mar 09:00
Sibenenhweba yokuncokola no Monalisa Sam onamava kakhulu nge retail property ngamava akhe.
We're privileged to share a conversation with Monalisa Sam who is a practitioner in retail property regarding property investing and lessons from her own life.

Isiqendu 026 | Amava nge property invesment - incoko no Monalisa Sam

59m · Published 23 Mar 09:00
Sibenenhweba yokuncokola no Monalisa Sam onamava kakhulu nge retail property ngamava akhe.
We're privileged to share a conversation with Monalisa Sam who is a practitioner in retail property regarding property investing and lessons from her own life. Epokothweni Website · Watch on Youtube · Facebook · Instagram · WhatsApp Us · Twitter

Epokothweni with Babalwa Nonkenge has 130 episodes in total of non- explicit content. Total playtime is 65:18:21. The language of the podcast is Xhosa. This podcast has been added on October 25th 2022. It might contain more episodes than the ones shown here. It was last updated on May 17th, 2024 11:42.

Every Podcast » Podcasts » Epokothweni with Babalwa Nonkenge